Posted by: Mbathastan | April 25, 2013

Izibongo neziduko zama Xhosa

The history of the Xhosa people become blurred because it is combrised of confederation of tribes which among others include Mpondo/Mpondomise, Thembu, Zizi, Ngwane, Mfengu (Refugees) etc. Following is the list of Xhosa proper:
1. Phalo
2. Tshawe
3. Tshiwo,
4. Bamba
5. Krila
6. Thangani
7. Gcaleka
8. Ngqika
9. Rharhabe

Aba Thembu
1. Qhudeni, 2. Mvelase, 3. Ngoza
4. Mvelase, 5. Ngoza, 6. Mpafana,
7. Dlomo, 8. Madiba, 9. Ndaba
10. Sopitsha, 11. Ngqolomila, Yemyem,
12. Velabambhensele, 13. Ngangelizwe, 14. Dalindyebo,
15. Joyi, 16. Jumba, 17. Sabatha,
18. Buyelekhaya, 19. Mpemvu, 20. Mvulane,
21. Ncuthu, 22. Khwalo, 23. Mlanjana,
24. Ndlane, 25. Ngcitshane,
26. Qithi, 27. Ndika, 28. Zondwa.

The Xhosa usually use the name of a great-grandfather as a surname and if you want to know exactly who that person is, ask fo ‘Isiduko’ a clan name.


Responses

  1. “OoNgcitshana the real people
    abantu boqobo banye.”
    Ngcitshana,Nkwenkweza,Mhlanga,Mhlongwana, Mev’amlhophe,Schongoma,maphaku’eziphantsi kuba eziphezulu zasineka, ndanisa kaMkhahlela,Nyoke mnyama ecanda iziziba, machubinyama ngozipho, machopha ngenzwane.

  2. While the name of one of the oldest ancestors is used as a surname in isi Xhosa it generally or even usually does not have any connection with an isiduko. That is why we have Afrikaans and English surnames among ama Xhosa. The Zulus usually if not always use an ancestor’s name that is a clan name or isiduko as a surname.
    A zulu young man does not struggle to know which of the ladies he meets are relatives. A Xhosa young man has to ask “Ungumni ntombentle, ethandekayo” Hayi ndiliZizikazi mna ke bhuti. Hayi ke siyazalana kuba mna ndinguJama uSjadu.(what is your siduko? I am Zizi. In that case we are relatives so I cannot propose love to you.

  3. Ndicela ukwazi uba uMcingA lo uvele kweyiphi indlu apha kwa Dlomo ndinguMadlomo uSophitsho uMadiba mna

    • I am not sure of the correct answer but I have a feeling that mcinga is a surname. U Mcinga was a name of a younger ancestor. The solution or answer to this question would be to find out if Mcinga was just a person’ s name, ie a junior person whose history is relatively traceable in the genealogy of the Madibas or was he identified as one of the oldest who are recognized as worthy of being included in the oldest genealogies. In my case Makubalo is my grand father’s. Grandfather. so Makubalo is a junior ancestor, not really worthy to be included in the Dontsa clan. There are many such greate grandfathers who share the Dontsa clan name. For example Mabhula, Ndlwana , Fanana,, Hlatshaneni or even Dontsa a junior Dontsa of course. One of the late former president Mandela’s son’s name is Madiba. However within the same clan we have Makwethu, Fihla, Fasi Ndamane etc. My friend I may not have answered your question but I shall still try to find out. Apologies if you trace any misrepresations.

      • Mlungisi, Ndibhotise.

        uNdlwana lo uthetha ngaye, ingaba mnye nalo wamaNdlane ooTutuse ooNomdimba?

  4. Ndivile ngotshatshu kuthiwa ke mnye noMadiba namaNtande kodwa ndisezofunda ndazi .

  5. Mna ndicela umlando woSukude Mkhondwana

  6. ukhona umunt ongangtshela izithakazelo zakwa Bala plz guys help a sister out

    • Zandile, man ndicebisa ukuba ubuze uZwayi Bala. Ukuba xa ungasebenzisa I google search ndiqinisekile ungafumana konke ngaye. Ungumfo olungileyo Kakhulu ndingatsho ukuba angakuphendula. Ukuba usenengxaki Ngalo mba ungandithinta kwakhona ngolu hlobo owenze ngalo xa ubufuna uncedo
      Enkosi
      Mlungisi

    • Ukuba ungu Bala lona ondim ongu Ngcitshana wena ungu Ngcitshana,mev`amhlophe,ndanisa ka mkhahlela,nkwenkwezana,schongoma,mhlongwana,Tshaba,Maphakul`eziphantsi kub a eziphezulu ziyasineka,machubi nyama ngozipho,umachopha ngenzwane,usithebe simanangananga sokwephulela intlali nyethokazi,OoNGCITSHANA ngamampondomisa imvelaphi yabo basuka kuQumbu…

  7. Sindisa ndiyabulisa.
    Ndithi kuwe uNdlwana kwanabanye oMabhula, Hlatshaneni, Mayekiso,Fanana, Methula nabanye, ngooDontsa ngokweziduko. Bakho abanalamagama kodwa beziduko zimbi. Aba Ndlwana ndithetha ngabo abangawo amaTutuse. Imvelaphi yabo ikubeSuthu bakwaMolefe kanti ke oTutuse bona ngamaXhosa Xho. Bangakho ke phofu abangandiphikisayo kuba kaloku aba bantu bakwaDontsa bakho nakwaZulu, baxubekile naseMaXhoseni kodwa inyambalala ngathi isemaHlubini.
    Ndigqibile!

    • Enkosi mkhuluwa. Mna ndizing8sa ndikhangelana nabaThembu abangamaNdlane ukuba bona umnombo wamaNdlane uhamba njani? Ndisatshaya.

      • Sin diss Kha uzame ugugule dr Yako Mlungisi

        Sent from my iPad

        >

      • Kha uzame mfowasemzini ukxhumana nabakwayako Yako just google dr Yako to find out about amandlane tout use

      • Try dr Yako at 0414647812

        Sent from my iPad

        >

      • Nantsi iPhone endiyifumeneyo 0414647812 ka dr Yako

  8. ndicela ukugqibezelelwa apha isibongo sam
    NGXABANE,RHIBELA,BHABHA NOMHLEHLO,MEYIWA….NDIPELELE APA

    • OMethula kungaba ngabakwaDontsa okanye ooHlongwana. Chaza nje ukuba ngabaphi aba ofuna ukwazi ngabo.

  9. Ngifisa ukusizwa ngezithakazelo zakwa Methula. Ozaziyo ngicela angisize

  10. Mna bendicela umntu onolwazi ngeziduko zoGoba,khayisana,ntsingizi emnyama yakwabalakazi

  11. madoda…ndicela ukwazi ngcono ngo Xaba nomjoli nonkosi.
    ingaba singamahlubi amazulu okanye mahlubi akwa zulu?

  12. Molweni Banguni, ndicela ukuthuthelwa oNdlovu bakwaDlamimi.

  13. Molweni zihlobo ndiqaphela ukuba amampondomise anezindlu eziliqela endingabala kuzo (1) uDosini (2) uSabe (3) uNqabashe (4) uQadi nezinye ke xa uzithutha zahlukana phi ngo ba ndiyazi ngo Jolinkomo ooqengeba mphankomo thole lomthwakazi mfazi obelenye…ndisemi

  14. Mna ndicela ubuza ingaba ukhona na onako ukundincada ngoSonjica (ifani yam) uba uzalwa ngubani esukaphi. USonjica ke lo onguDlamini oliKhuze

  15. I want iziduko zasemavaleleni

  16. Bhota
    Ndicela umlando woMathawuzela,oomabhula,oonyaw’uzimhlophe


Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s

Categories

%d bloggers like this: